Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 16:19 Ibhayibhile (XHO96)

UDelila walalisa uSamson emathangeni akhe, waza ke wabiza umntu, wacheba amafrerha osixhenxe akhe. Ngokwenjenje ke uDelila wamenza waphelelwa ngamandla uSamson.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 16

imbono Iinkokheli 16:19 kwimeko