Ke uDelila wathi akulala uSamson wawaluka ngemisonto amafrerha asixhenxe kaSamson ewaqinisa ngoluthi, wakhwaza wathi: “Nanga amaFilistiya, Samson!” Wasuka wavuka uSamson, waluncothula uluthi, wayixhwitha imisonto.