Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 16:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uDelila wathatha iintsontelo ezintsha, wambopha ngazo uSamson, waza wakhwaza wathi: “Nanga amaFilistiya, Samson!” AmaFilistiya ke ayelalele endlwini apho. Kodwa yena uSamson waziqhawula ezo ntsontelo ezazisezingalweni zakhe zanga yimisonto.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 16

imbono Iinkokheli 16:12 kwimeko