Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 14:18-20 Ibhayibhile (XHO96)

18. Ngoko ke ngosuku lwesixhenxe, lingekatshoni ilanga, abafana abo beza kuSamson, bafika bathi:“Yintoni engaphezu kobusi ngobumnandi?Iyintoni enamandla ngaphezu kwengonyama?”USamson ke waphendula wathi:“Ukuba beningalimanga ngethokazi lamngeningalicombululanga eli qhina.”

19. Ke kaloku uSamson wambeswa amandla nguMoya kaNdikhoyo, waza wehla waya eAshkelon. Apho ke wabulala amashumi amathathu amadoda, waza wayithatha impahla yawo, wayinika abo bafana babecombulule iqhina lakhe.Ke yena wagoduka evutha ngumsindo ngenxa yale nto ihlileyo.

20. Umkakhe lowo ke wathathwa ngumfana owayengumkhaphi, waba ngumfazi wakhe.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 14