Testamente Endala

Testamente Entsha

Iinkokheli 11:34 Ibhayibhile (XHO96)

UJefta xa abuyayo esiya kufika emzini wakhe eMizpa, yaphuma intombi yakhe, yamhlangabeza ingqiyaza, ihamba ingqungqa, idlala intambula. Yayingumntwana okukuphela kwakhe, engenanyana nantombi ngaphandle kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 11

imbono Iinkokheli 11:34 kwimeko