Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 99:8-9 Ibhayibhile (XHO96)

8. Ewe, Ndikhoyo, Thixo, wabeva abantu bakho;wababonisa ukuba unguThixo oxolelayo,kodwa ukwangoyohlwayayo intw' embi.

9. Mbongeni uNdikhoyo uThixo wethu.Mnquleleni entabeni yakhe eyodwa!Kaloku ungcwele uNdikhoyo uThixo wethu.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 99