Nokuba kungawa iwaka ecaleni kwakho,neshumi lamawaka liwe likungqonge,akusayi kuchukunyiswa nto wena.