5. Ngaphezu koko umenze wanganeno kancinane nje kuwe, Thixo;umthe jize ngesihomo nesithozela.
6. Umnike igunya kuyo yonke indalo yakho,wazibeka phantsi kwegunya lakhe zonk' izinto:
7. iinkomo neegusha, kwanazo neenyamakazi;
8. iintaka eziphaphazelayo, neentlanzi,nayo yonke into ephithizela elwandle.