32. Culelan' uThixo, zizwe zehlabathi;memelelani nimbonge uMhlekazi;
33. kulowo ucanda amazulu,nditsho amazulu amandulo,otsho ngelizwi ngathi liyazongoma.
34. Wancomeni amandla kaThixoobungangamsha buphezu koSirayeli,omagunya akhe asesibhakabhakeni.
35. Uyamangalisa uThixo kwikomkhulu lakhe;ewe, nditsho uThixo kaSirayeli.Abantu bakhe ubabela amandla nokomelela.Huntshu-u-u, mbongeni uThixo!