17. Ndadanduluka kuye ndizibika;ndandipheth' iindumiso nemibongo.
18. Ukuba ndandizigushile izono zamuMhlekazi ebengayi kundiphulaphula.
19. Kambe ke uThixo undivile;uwuphendule umthandazo wam.
20. Ngenene ngowokubongwa uThixo.Yena akakhalalanga ndakuzibika kuye;akazibandezanga izibele zothando lwakhe.