Sabela, undiphendule.Kaloku iinkathazo zindongamele.Ngenxa yezisongelo zeentshaba zam ndididekile;ingcinezelo yabangendawo indixinile.Bafumba inkxwaleko phezu kwam;futhi bandingcikiva ngolunya.