Kambe ke, Thixo,uya kubeyelisela enzonzobileni abangendawo,ababulali namatshijolo,bengekagqibi nesiqingatha sobomi.Ukanti ke mna ndiya kukholosa ngawe.