Yena wayethetha kamnandi,kodwa intliziyo yona ifukam' inkohlakalo.Amazwi akhe ayelalanisa,kodwa engebukhali, eyintshengeca!