Wena wazigxotha iintlanga,waza bona abantu bakho wabamilisela elizweni lazo.Wazitshutshisa iintlangawaza bona abakho wabathi jize ngenkqubela.