Iziziba ezinzongo-nzongo ziyamemezanangokukrotsha kweengxangxasi zakho.Amaza eze ngendlu yawo,ngokunjalo kwaneempuphuma.Ewe, ziwugubungele umphefumlo wam.