Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 41:11-13 Ibhayibhile (XHO96)

11. Phofu ke ndiyazi ukuba undikhathalele,kuba azinakundivuyelela iintshaba zam.

12. Uyandinceda kuba ndimsulwa;undibeka phambi kwakho ngalo lonke ixesha.

13. Makabongwe uNdikhoyo,uThixo kaSirayeli,ngoku kude kube nini-nini!Amen, ewe, makube njalo!

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 41