Wandifundisa ingoma yombongo entsha,ingoma yokubonga uThixo wethu.Boyika abaninzi bakuyiqonda loo nto,balibeka kuNdikhoyo ithemba labo.