Kaloku uNdikhoyo uyakuthanda okulungileyo;akayi kubafulathela abantu bakhe.Wasoloko ebakhusela uNdikhoyo,kodwa yona inzala yamatshijolo iyanqunyulwa.