Kodwa zona izibele zakho, Ndikhoyo, ziye kuthi gaa ngamazulu,nentembeko yakho yaya kuthi ngqu ngamafu.