Kaloku yeyomzuzwana ingqumbo yakhe;ukanti buhlala buhlel' ububele bakhe.Ewe, zibakho zon' iinzingo ebusuku,kodwa kusasa kuba yimincili yodwa.