Uzungandisingeli phantsi kunye nabantw' abagwenxa,abantw' abenza okungcolileyo,abathetha kamnandi nabamelwane, kanti bagush' ububi.