Ngoko ke, nokuba ndihamba kwiingxondorha ezimnyama,andinadyudyu.Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo;isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.