Ngamana angamkeleka kuwe, Ndikhoyo,amazwi am neengcamango zentliziyo yam,wena mkhuseli wam nomkhululi wam.