NguNdikhoyo iliwa lam; nguye inqaba yam; nguye umkhuseli wam.Xa ndizimele ngoThixo wam ndihlala ndikhuselekile.Nguye ikhaka lam, nguye ondigcina ndifihlakele.