Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 18:16-18 Ibhayibhile (XHO96)

16. Wehla, wandithi hlasi uNdikhoyo,wandihlangula kumanzi enzonzobila.

17. Wandihlangula kwiintshaba zamnakwabo bandichasayo, bendivuyelela.

18. Bandihlasela ndisengxingweni,wandikhusela yena uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 18