Wena undazisa iindlela zobomi;kaloku ndizala yimincili xa ndiphambi kwakho.Ngasekunene kwakho yimihlali yodwa kude kube ngunaphakade.