Ndiya kumbonga uNdikhoyo lo gama ndisadla ubomi;ndiya kuhlabela indumiso,ndibonge uThixo wam bonke ubomi bam.