Yena ulixhadi nenqaba yam,umqolomba nomhlanguli wam,umkhuseli endincathama ngaye.Izizwe uzifaka phantsi kwam.