Akwaba bangaphuphuma oovimba bethu,bazale ziintlobo ngeentlobo zesivuno.Akwaba zingazala amawaka iigusha zethu,zande ngamawaka aphindwe kalishumi emaphandleni.