Ndikhala ndijongise ngasendlwini yakho engcwele,ndibonga ndincoma igama lakho,ngenxa yezibele nokunyaniseka kwakho,kuba uzicacisile ukuba wena,ndawonye nezithembiso zakho, ubalasele.