Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 134:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Yizani nimbonge nimncome *uNdikhoyo,nonke nina zicaka zakhe,nina nonke nima bume ebusuku,nisebenza endlwini kaNdikhoyo.

2. Ziphakamiseleni esibingelelweni izandla zenu,nimbonge nimncome uNdikhoyo.

3. UNdikhoyo, umenzi wamazulu nehlabathi,wanga angakuthamsanqela eseZiyon.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 134