Kufana nombethe entabeni iHermon,lowo ulala kwiinduli zeZiyon.Kulapho *uNdikhoyo awafumbe khona amathamsanqanobomi obungaphele ndawo.