Kodwa ndanelisekile, ndaye ndixolile.Ndinjengosana oluthe cwaka ezingalweni zikanina;ngenene umoya wam uphuphuma ukwanela.