Ukuba *uNdikhoyo akayakhi indlu,bafumana bebulaleka abayakhayo.Ukuba asaluswa nguNdikhoyo isixeko,ancam' ubuthongo ngelize amajoni alindayo.