Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 125:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Abo bakholosa *ngoNdikhoyo banjengentaba iZiyon,yona ingasoze yashukunyiswa koko izinzile ngonaphakade.

2. Kwanjengokuba iintaba ziyingqongile iJerusalemnoNdikhoyo wenjenjalo ukubaphahla abantu bakhe,nangoku kude kube ngunaphakade.

3. Izikhohlakali soze zilawule elizweni lamalungisa,hleze namalungisa asuke enze ububi.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 125