Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 125:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Abo bakholosa *ngoNdikhoyo banjengentaba iZiyon,yona ingasoze yashukunyiswa koko izinzile ngonaphakade.

2. Kwanjengokuba iintaba ziyingqongile iJerusalemnoNdikhoyo wenjenjalo ukubaphahla abantu bakhe,nangoku kude kube ngunaphakade.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 125