Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 122:6-9 Ibhayibhile (XHO96)

6. Thandazani kubekho inzolo eJerusalem, nithi:“Makube yinkqubela kwabakuthandayo, Jerusalem;

7. kuwe makube chosi, kube hele,ukhuseleke umzi wakho jikelele.”

8. Ngenxa yezihlobo nabalingane bamnangoku ndithi: “Makube chosi, kube hele!”

9. Kanti ke nangenxa yendlu kaNdikhoyo uThixo wethundiya kuzabalaza ndikufunela intlala-kahle.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 122