Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 120:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndazibika *kuNdikhoyo ndixhwalekile;yena wandiva, wasabela.

2. Ndathi: “Mhlekazi, ndihlangulekumaxoki nakubakhohlisi.”

3. Nithi makenze ntoni ngani uThixo?Nisalindele ntoni eyenye, maxokindini,

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 120