Wena wakha wagutyungelwa libubu leenyosi?Hayi, zazidangazela njengomlilo wameva,kodwa ngamandla kaNdikhoyo ndaziswantsulisa.