Testamente Endala

Testamente Entsha

Iindumiso 1:4-6 Ibhayibhile (XHO96)

4. Àbanjalo kambe bona abantw' abagwenxa;bona banjengomquq' ophetshethwa ngumoya.

5. Ngenxa yoko aboni abanako ukujongana nenkundla,koko bona baya kugxothwa embizweni yamalungisa.

6. Kaloku uNdikhoyo uyalusile indlela yamalungisa;ke indlela yabakhohlakeleyo iya kudaka.

funda isahluko epheleleyo Iindumiso 1