Lo mnikelo kufuneka wenziwe ngumbingeleli ngamnye othanjiswayo womlibo ka-Aron. Uya kutshiswa tu, ube lidini elihlala lisenzelwa uNdikhoyo.