Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyonqulo 13:45 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu onaso esi sifo sosulelayo solusu kufuneka anxibe iimpahla ezidlakadlaka, angazichazi iinwele, aze azigqume ubuso obungezantsi, ahambe ekhwaza esithi: “Ndinomlaza! Ndinomlaza!”

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 13

imbono Eyonqulo 13:45 kwimeko