Kodwa ukuba loo ndawo ihlala injengoko ibinjalo, ingabhidli nokubhidla, isisiva nje sethumba, uya kwazisa ukuba loo mntu akanamlaza, uhlambulukile.