Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyonqulo 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

andule ukulibamba ngamaphiko, aliqhaqhe, kodwa angalikrazuli kubini; athi emva koko alitshise lonke apho eqongeni. Eli lidini elitshiswayo. Litshiswa ngomlilo, litsho ngevumba elithandekayo kuNdikhoyo.”

funda isahluko epheleleyo Eyonqulo 1

imbono Eyonqulo 1:17 kwimeko