Testamente Endala

Testamente Entsha

Eyeziqalo 5:7-9 Ibhayibhile (XHO96)

7. Yena uhleli amakhulu asibhozo anesixhenxe, wazala abanye abantwana.

8. Wabhubha enamakhulu asithoba aneshumi elinambini leminyaka.

9. UEnoshe yena wayenamashumi asithoba eminyaka ukuzala kwakhe unyana, uKenan.

funda isahluko epheleleyo Eyeziqalo 5