Linelishw' iphuku labo, kuba liyankwantyisa;unelishw' umsindo wabo, kub' ukhohlakele.Bona ndobabhacisa kulo lonke elakwaYakobi,babe ziintsalu kwelakwaSirayeli.