Wandula ke uSirayeli ukumthamsanqelisa uJosefu wenjenje:“Makawathamsanqelise la makhwenkwe uThixo ka-Abraham noIsake.UThixo ondaluse kwada kwayile mini, makawathamsanqelise.