Emva kweenyanga ezintathu waxelelwa uJuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho ubeziphethe kakubi, ngoku ke umithi.”UJuda wathi: “Mkhupheleni ngaphandle, atshiswe ngomlilo ade afe.”