Wabuza kubafo abathile base-Enayim wathi: “Liye phi elaa henyukazi laliba secaleni kwendlela?”Bathi ke bona: “Akuzange kubekho henyukazi apha.”