Emva koko abanye oonyana bakaYakobi bangena edolophini, bayiphanga, bekhupha isixhiba ngenxa yokunyeliswa kodade wabo.